Testo Baby Tonight

Testo Baby Tonight

Azange ndayibon' inkwenkwezi ekhanya njengawe
Azange ndayibon' inkwenkwezi
Azange ndayibon' indoda egroova njengawe
Azange ndayibon' indoda
Azange ndayibon' inkwenkwezi ekhanya njengawe
Azange ndayibon' inkwenkwezi
Azange ndayibon' indoda egroova njengawe
Azange ndayibon' indoda
Azang' yashaya so intliziyo yam xan' ushaya so!
Iyo!
Azange ndayibon' indoda egroova njengawe
Azange ndayibon' indoda
Chorus
I love you baby though you drive me crazy
Won't you be my baby tonight?
I love you honey though you want my money
Won't you be my bonny tonight?
Apha nangapha kukhalwa ngaye
Apha nangapha
Apha nangapha kugroovwa ngaye
Apha nangapha
Repeat Chorus
Wadidiyela unonkala ngasemlanjeni

Repeat Chorus till fade
Testi dei Freshlyground